1 Usamuweli 11:9 XHO75

9 Bathi kubathunywa abafikileyo, Yitshoni kumadoda aseYabheshe yaseGiliyadi ukuthi, Ngomso ukufudumala kwelanga, niya kukhululwa. Bemka abathunywa, bawaxelela amadoda aseYabheshe; avuya ke.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 11

imbono 1 Usamuweli 11:9 kwimeko