1 Usamuweli 12:3 XHO75

3 Nanku ndikho; ngqinani ngam phambi koYehova, naphambi komthanjiswa wakhe: ndathabatha nkomo kabani na? ndathabatha esile likabani na? ndacudisa bani na? ndavikiva bani na? ndathabatha esandleni sikabani na ucamagusho lokumfamekisa amehlo am? ndonibuyisela.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 12

imbono 1 Usamuweli 12:3 kwimeko