1 Usamuweli 13:14 XHO75

14 Ke ngoko ubukumkani bakho abusayi kuma. UYehova uzifunele indoda engantliziyo yakhe; wayimisa uYehova ukuba ibe yingànga yabantu bakhe; ngokuba akukugcinanga oko uYehova akuwisele umthetho ngako.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 13

imbono 1 Usamuweli 13:14 kwimeko