1 Usamuweli 13:16 XHO75

16 USawule, noYonatan unyana wakhe, nabantu abafunyenwe benabo, bahlala eGibheha yakwaBhenjamin. AmaFilisti amisa iintente eMikmas.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 13

imbono 1 Usamuweli 13:16 kwimeko