1 Usamuweli 13:5 XHO75

5 AmaFilisti azihlanganisela ukulwa namaSirayeli: iinqwelo zokulwa zaba ngamashumi omathathu amawaka, nabamahashe bangamawaka amathandathu, abantu bangangentlabathi eselunxwemeni lolwandle ukuba baninzi; anyuka ke amisa iintente eMikmas phambi kweBhetaven.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 13

imbono 1 Usamuweli 13:5 kwimeko