1 Usamuweli 14:12 XHO75

12 Abaphendula amadoda asekampini ooYonatan nomphathi weentonga zakhe, athi, Nyukani nize kuthi, sinibonize. Wathi uYonatan kumphathi weentonga zakhe, Nyuka emva kwam; ngokuba uYehova uwanikele esandleni samaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 14

imbono 1 Usamuweli 14:12 kwimeko