1 Usamuweli 14:34 XHO75

34 Wathi uSawule, Yithini saa phakathi kwabantu, nithi kubo, Zisani kum elowo inkomo yakhe, elowo igusha yakhe, nixhelele apha, nidle; ningoni kuYehova ngokuyidla inegazi. Bonke abantu bazisa elowo inkomo yakhe ngesandla sakhe ngobo busuku, baxhelela khona.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 14

imbono 1 Usamuweli 14:34 kwimeko