1 Usamuweli 15:15 XHO75

15 Wathi uSawule, Zezi bavela nazo kuma-Amaleki; ngokuba abantu bayisindisile eyona ilungileyo impahla emfutshane neenkomo, ukuze babingelele kuYehova uThixo wakho; ezinye sazisingela phantsi.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 15

imbono 1 Usamuweli 15:15 kwimeko