1 Usamuweli 15:26 XHO75

26 Wathi uSamuweli kuSawule, Andiyi kubuya nawe; ngokuba ulicekisile ilizwi likaYehova, naye uYehova ukucekisile, ukuba ungabi kumkani kumaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 15

imbono 1 Usamuweli 15:26 kwimeko