1 Usamuweli 15:28 XHO75

28 Wathi uSamuweli kuye, UYehova ukukrazule kuwe namhla ubukumkani bakwaSirayeli, wabunika ummelwane wakho olungileyo kunawe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 15

imbono 1 Usamuweli 15:28 kwimeko