1 Usamuweli 15:6 XHO75

6 Wathi uSawule kumaKeni, Hambani nihle, nimke kuma-Amaleki, hleze ndiniquke nawo; nina nabenzela inceba bonke oonyana bakaSirayeli ekunyukeni kwabo eYiputa. Emka ke amaKeni kuma-Amaleki.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 15

imbono 1 Usamuweli 15:6 kwimeko