1 Usamuweli 16:16 XHO75

16 Inkosi yethu mayithethe, abakhonzi bakho abaphambi kwakho baye kufuna indoda ekwaziyo ukubetha uhadi; kuthi, wakuba phezu kwakho umoya ombi ophuma kuThixo, ilubethe ngesandla sayo, kulunge kuwe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 16

imbono 1 Usamuweli 16:16 kwimeko