1 Usamuweli 16:23 XHO75

23 Kwathi, wakufika umoya ombi kaThixo kuSawule, uDavide wathabatha uhadi, wabetha ngesandla sakhe; kwee qabu kuSawule, kwalunga kuye, wemka kuye umoya ombi.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 16

imbono 1 Usamuweli 16:23 kwimeko