1 Usamuweli 17:12 XHO75

12 Ke uDavide waye engunyana waloo mEfrata waseBhetelehem yakwaYuda, ugama linguYese, únyana basibhozo; ubeyindoda eyalupheleyo ngemihla kaSawule, emdala kakhulu phakathi kwamanye amadoda.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 17

imbono 1 Usamuweli 17:12 kwimeko