1 Usamuweli 17:26 XHO75

26 Wathetha uDavide kumadoda abemi ngakuye, wathi, Yothiwani na indoda embuleleyo lo mFilisti, yayisusa ingcikivo kwaSirayeli? Ngokuba úngubani na umFilisti, le nto ingalukileyo, ukuba ade angcikive izintlu zikaThixo ophilileyo?

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 17

imbono 1 Usamuweli 17:26 kwimeko