1 Usamuweli 17:35 XHO75

35 ndaphuma, ndayilandela, ndayibetha, ndalihlangula ixhwane emlonyeni wayo. Yesuka phezu kwam, ndayibamba ngodevu lwayo, ndayibetha, ndayibulala.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 17

imbono 1 Usamuweli 17:35 kwimeko