1 Usamuweli 17:58 XHO75

58 Wathi uSawule kuye, Ùngunyana kabani na, mfanandini? Wathi uDavide, Ndingunyana womkhonzi wakho, uYese waseBhetelehem.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 17

imbono 1 Usamuweli 17:58 kwimeko