1 Usamuweli 17:8 XHO75

8 Yema, yamemeza kwizintlu zakwaSirayeli, yathi kuzo, Yini na ukuba niphume nakhe uluhlu lokulwa? Andinguye na umFilisti, nayé nina ningabakhonzi bakaSawule? Zikhetheleni indoda, ihle ize kum.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 17

imbono 1 Usamuweli 17:8 kwimeko