1 Usamuweli 19:20 XHO75

20 USawule wasusa abathunywa bokumbamba uDavide. Babona ibandla labaprofeti beprofeta, noSamuweli emi engumongameli wabo. UMoya kaThixo wabafikela abathunywa bakaSawule, baprofeta kananjalo nabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 19

imbono 1 Usamuweli 19:20 kwimeko