1 Usamuweli 19:7 XHO75

7 UYonatan wambiza uDavide; uYonatan wamxelela la mazwi onke. UYonatan wamzisa uDavide kuSawule; waba phambi kwakhe, njengangaphambili.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 19

imbono 1 Usamuweli 19:7 kwimeko