1 Usamuweli 2:10 XHO75

10 UYehova yena — baya kuqhiphuka umbilini ababambana naye.Uya kududumisa phezu kwabo emazulwini;UYehova uya kuzigweba iziphelo zehlabathi,Amnike ukumkani wakhe amandla,Aluphakamise uphondo lomthanjiswa wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 2

imbono 1 Usamuweli 2:10 kwimeko