1 Usamuweli 2:22 XHO75

22 Ke kaloku uEli ubeselemdala kakhulu; wayiva yonke into ababeyenza oonyana bakhe kumaSirayeli onke, kwanokuba babelala nabafazi ababekhonza emnyango wentente yokuhlangana.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 2

imbono 1 Usamuweli 2:22 kwimeko