1 Usamuweli 2:25 XHO75

25 Ukuba umntu uthe wona umntu, uThixo uyamlamlela; ke ukuba umntu uthe wona kuYehova, ngubani na oya kumlamlela? Àbaliphulaphula izwi likayise; kuba uYehova ubefuna ukubabulala.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 2

imbono 1 Usamuweli 2:25 kwimeko