1 Usamuweli 2:28 XHO75

28 Ndamnyula na ezizweni zonke zakwaSirayeli, ukuba abe ngumbingeleli kum, anyuke esibingelelweni sam, aqhumisele ngeziqhumiso, anxibe iefodi phambi kwam? Ndayinika yonke indlu kayihlo konke ukudla kwasemlilweni koonyana bakaSirayeli?

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 2

imbono 1 Usamuweli 2:28 kwimeko