1 Usamuweli 20:13 XHO75

13 makenjenje uYehova kuYonatan, makaqokele ukwenjenje. Xa kuthe kwalunga kubawo ukuba akwenze ububi, ndoyityhilela indlebe yakho, ndikundulule, uhambe unoxolo; uYehova makabe nawe, njengokuba ebenobawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 20

imbono 1 Usamuweli 20:13 kwimeko