1 Usamuweli 20:2 XHO75

2 Wathi yena kuye, Makube lee oko; akuyi kufa. Uyabona, ubawo akenzi nenkulu into, nencinane into, angayityhileli indlebe yam; ubawo uyifihleleni na ke le nto kum? Akunjalo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 20

imbono 1 Usamuweli 20:2 kwimeko