1 Usamuweli 20:21 XHO75

21 Yabona, ndiya kumthuma umfana, ndithi, Yiya, uzithabathe iintolo. Ukuba ndithe kumfana, Nanzi iintolo, zinganeno kwakho, zithabathe: wòza wena; ngokuba koba kuluxolo kuwe, akukho nto, ehleli nje uYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 20

imbono 1 Usamuweli 20:21 kwimeko