1 Usamuweli 20:31 XHO75

31 Kuba yonke imihla, unyana kaYese aya kudla ubomi ngayo emhlabeni, akuyi kuqiniseka wena nobukumkani bakho. Thumela ngoko, umzise kum, ngokuba engumntwana wokufa.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 20

imbono 1 Usamuweli 20:31 kwimeko