1 Usamuweli 20:42 XHO75

42 Wathi uYonatan kuDavide, Hamba unoxolo; makume esikufungele igama likaYehova thina sobabini, sisithi, UYehova makabe phakathi kwam nawe, naphakathi kwembewu yam nembewu yakho, kude kuse ephakadeni. Wesuka ke wahamba. Ke uYonatan waya ekhaya.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 20

imbono 1 Usamuweli 20:42 kwimeko