1 Usamuweli 20:6 XHO75

6 Ukuba uyihlo uthe wandifuna, wòthi wena, Úcele kum wandibongoza uDavide, ukuba agidime aye eBhetelehem emzini wakowabo; ngokuba kukho umbingelelo weminyaka ngeminyaka apho, owenzelwa umzi wonke wakowabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 20

imbono 1 Usamuweli 20:6 kwimeko