1 Usamuweli 20:8 XHO75

8 Ngoko ke uze umenzele inceba umkhonzi wakho; ngokuba umngenisé emnqophisweni kaYehova umkhozi wakho lo nawe. Ke ukuba buthe bakho kum ubugwenxa, ndibulale wena ngokwakho; yini na ukuba undise kuyihlo?

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 20

imbono 1 Usamuweli 20:8 kwimeko