1 Usamuweli 21:5 XHO75

5 UDavide wamphendula umbingeleli, wathi kuye, Inene abafazi bathintelekile ukuza kuthi ezi ntsuku zontathu; ekuphumeni kwam ibingcwele impahla yabafana; nokuba ibiyindlela yabantu bonke, yosuka ingcwaliswe yimpahla le namhla.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 21

imbono 1 Usamuweli 21:5 kwimeko