1 Usamuweli 21:8 XHO75

8 Wathi uDavide kuAhimeleki, Akukho ntshuntshe nakrele na apha phantsi kwesandla sakho? Kuba ikrele lam kwaneentonga zam andiziphathanga; ngokuba umcimbi kakumkani ungxamisekile.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 21

imbono 1 Usamuweli 21:8 kwimeko