1 Usamuweli 22:3 XHO75

3 UDavide wemka khona, waya eMizpe kwaMowabhi, wathi kukumkani wakwaMowabhi, Makhe baphume ubawo noma, bahlale nani, ndide ndazi into aya kundenzela yona uThixo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 22

imbono 1 Usamuweli 22:3 kwimeko