1 Usamuweli 22:7 XHO75

7 Wathi uSawule kubakhonzi bakhe ababemi ngakuye, Khanive, nyana bakaBhenjamin, unyana kaYese woninika amasimi nezidiliya nonke niphela yini na; anenze abathetheli-mawaka nabathetheli-makhulu nonke niphela yini na;

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 22

imbono 1 Usamuweli 22:7 kwimeko