1 Usamuweli 23:13 XHO75

13 Wesuka uDavide namadoda akhe, bekumakhulu amathandathu amadoda, baphuma eKehila, bahamba apho bangahamba khona. Waxelelwa uSawule ukuba uDavide usabile eKehila; wayeka, akaphuma.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 23

imbono 1 Usamuweli 23:13 kwimeko