1 Usamuweli 23:17 XHO75

17 Musa ukoyika, ngokuba isandla sikaSawule ubawo asiyi kukufumana. Wena uya kuba ngukumkani kumaSirayeli, mna ndibe nganeno kwakho; kananjalo uSawule ubawo uyakwazi kakuhle oku.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 23

imbono 1 Usamuweli 23:17 kwimeko