1 Usamuweli 23:5 XHO75

5 Waya ke uDavide namadoda akwakhe eKehila, walwa namaFilisti, wayiqhuba imfuyo yawo, wawabulala kakhulu. Wabasindisa ke uDavide abemi beKehila.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 23

imbono 1 Usamuweli 23:5 kwimeko