1 Usamuweli 24:10 XHO75

10 Yabona, namhla abonile amehlo akho, ukuba uYehova ebekunikele esandleni sam namhla emqolombeni; kwathiwa mawubulawe. Laba nenceba kuwe iliso lam, ndathi, Andiyi kusa sandla enkosini yam; ngokuba ingumthanjiswa kaYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 24

imbono 1 Usamuweli 24:10 kwimeko