3 Wafika ezibayeni zempahla emfutshane, ngasendleleni, kukho umqolomba apho. Wangena uSawule, ukuba agubungele iinyawo zakhe. Ke uDavide namadoda akhe babehleli entla emqolombeni.
funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 24
imbono 1 Usamuweli 24:3 kwimeko