1 Usamuweli 25:10 XHO75

10 UNabhali wabaphendula abakhonzi bakaDavide, wathi, Ngubani na yena uDavide? Ngubani na unyana kaYese? Azi namhla baninzi abakhonzi abakreqayo, elowo enkosini yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 25

imbono 1 Usamuweli 25:10 kwimeko