1 Usamuweli 25:19 XHO75

19 Wathi kumadodana akwakhe, Gqithelani phambi kwam; niyabona, ndiyanilandela. Akayixelela indoda yakhe uNabhali.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 25

imbono 1 Usamuweli 25:19 kwimeko