1 Usamuweli 25:29 XHO75

29 Xa kuthe kwesuka umntu, wakusukela, wawufuna umphefumlo wakho, wóbotshwa umphefumlo wenkosi yam esiqhumeni sabaphilileyo kuYehova uThixo wakho; ke wona umphefumlo weentshaba zakho wowusawula entendeni yenkwitshi.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 25

imbono 1 Usamuweli 25:29 kwimeko