1 Usamuweli 25:37 XHO75

37 Kwathi ngengomso, ukuphuma kwewayini kuNabhali, umkakhe wamxelela loo mazwi; yafa intliziyo yakhe phakathi kwakhe, yaba lilitye.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 25

imbono 1 Usamuweli 25:37 kwimeko