1 Usamuweli 25:42 XHO75

42 Wangxama ke uAbhigali, wesuka, wakhwela e-esileni, elandelwa sisihlanu somthinjana, wabalandela abathunywa bakaDavide, waba ngumkakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 25

imbono 1 Usamuweli 25:42 kwimeko