1 Usamuweli 26:12 XHO75

12 Wayithabatha ke uDavide intshuntshe, neselwa lamanzi, engasentlokweni kaSawule; bemka, kungaboni mntu, kungazi mntu, kungavukanga mntu; ngokuba bonke babelele: kuba babewelwe bubuthongo obukhulu bukaYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 26

imbono 1 Usamuweli 26:12 kwimeko