1 Usamuweli 26:21 XHO75

21 Wathi uSawule, Ndonile; buya, nyana wam Davide; ngokuba andisayi kuba sakwenza nto imbi, ngendawo yokuba umphefumlo wam ubunqabile emehlweni akho namhla. Uyabona, ndenze ngobudenge, ndalahleka ngokukhulukazi.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 26

imbono 1 Usamuweli 26:21 kwimeko