1 Usamuweli 26:3 XHO75

3 USawule wamisa endulini yeHakila, ekhangelene nenkangala, ngasendleleni. Ke uDavide wayehleli entlango; wabona ukuba uSawule uyamlandela entlango.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 26

imbono 1 Usamuweli 26:3 kwimeko