1 Usamuweli 27:2 XHO75

2 Wesuka ke uDavide, wawela yena namadoda angamakhulu amathandathu abenawo, waya kuAkishe, unyana kaMahoki, ukumkani waseGati.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 27

imbono 1 Usamuweli 27:2 kwimeko