1 Usamuweli 27:8 XHO75

8 Ke kaloku wenyuka uDavide namadoda akhe, bawangenela amaGeshure, namaGezere, nama-Amaleki; ngokuba abo bebengabemi belizwe elo, bekuhanjwa kulo ukuyiwa eShure, kuyiwe nasezweni laseYiputa, kususela kwakudala.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 27

imbono 1 Usamuweli 27:8 kwimeko